Inkonzo yokugqibela
Olusuku leCawe ibelelona suk' oluthandayo,
Bendisoloko ndikonwabele ukuhamba nawe.
Ubophele phezulu elo nwele lwakho luhle,
Nangona besisiya enkonzweni kuphela.
Ngoku qho ngemihla yeCawe ndilala litshone.
Kungathi ndangcwaba ukholo lwam kunye nawe.
Ndityhol' inkosi ndingazi nokuba ndiyakholelwa kuyo,
Hayi ngoba ndifuna, ntonje ndiswel' amazwi.
Ndiyakuhlala ndibambelele kwezo ngcinga zitshabaleleyo.
Andikakulungeli ukwamkela esisehlo.
Akukho lula ukuthi hamba kakuhle ngokuba ndiyazi nditsh' okokugqibela.
Ngoku ndikubuka kwiinkanyezi,
Bengazi ukuba uyakuze ubekude kangaka.
Ndiphakathi kwamadabi entlungu,
Uthathe elona cala lingcono kwintliziyo yam.
Andazi ndiyakuyinyamezela njani nale mini,
Nokuba liyakuze liphole na elinxeba.
Uze ungathi wakundibona ndinje uvakalelwe lusizi.
Qhubeka nohambo lakho bambo lwam,
Kuya kuqaqamba kodwa akuncedi ukhala,
Ndiyakuhlala ndikukhumbula.
About this poem
It is about a lover who lost his wife.The did not believe in Church and his wife was the reason he went to church because that was the time they got to dress up nice and go to church.Now the she is dead.The lover even doubt he ever believed in the Lord
Written on September 14, 2023
Submitted by lonahlysahliyabona on September 13, 2023
- 38 sec read
- 1 View
Quick analysis:
Scheme | ABCC DBAB ACCEF FGDX EGCC |
---|---|
Closest metre | Iambic octameter |
Characters | 906 |
Words | 129 |
Stanzas | 5 |
Stanza Lengths | 4, 4, 5, 4, 4 |
Translation
Find a translation for this poem in other languages:
Select another language:
- - Select -
- 简体中文 (Chinese - Simplified)
- 繁體中文 (Chinese - Traditional)
- Español (Spanish)
- Esperanto (Esperanto)
- 日本語 (Japanese)
- Português (Portuguese)
- Deutsch (German)
- العربية (Arabic)
- Français (French)
- Русский (Russian)
- ಕನ್ನಡ (Kannada)
- 한국어 (Korean)
- עברית (Hebrew)
- Gaeilge (Irish)
- Українська (Ukrainian)
- اردو (Urdu)
- Magyar (Hungarian)
- मानक हिन्दी (Hindi)
- Indonesia (Indonesian)
- Italiano (Italian)
- தமிழ் (Tamil)
- Türkçe (Turkish)
- తెలుగు (Telugu)
- ภาษาไทย (Thai)
- Tiếng Việt (Vietnamese)
- Čeština (Czech)
- Polski (Polish)
- Bahasa Indonesia (Indonesian)
- Românește (Romanian)
- Nederlands (Dutch)
- Ελληνικά (Greek)
- Latinum (Latin)
- Svenska (Swedish)
- Dansk (Danish)
- Suomi (Finnish)
- فارسی (Persian)
- ייִדיש (Yiddish)
- հայերեն (Armenian)
- Norsk (Norwegian)
- English (English)
Citation
Use the citation below to add this poem to your bibliography:
Style:MLAChicagoAPA
"Inkonzo yokugqibela" Poetry.com. STANDS4 LLC, 2024. Web. 30 Apr. 2024. <https://www.poetry.com/poem/170575/inkonzo-yokugqibela>.
Discuss the poem Inkonzo yokugqibela with the community...
Report Comment
We're doing our best to make sure our content is useful, accurate and safe.
If by any chance you spot an inappropriate comment while navigating through our website please use this form to let us know, and we'll take care of it shortly.
Attachment
You need to be logged in to favorite.
Log In